Andizenzanga mna
Andizenzanga mna
Kanjani
Ndibenje
Ngokwam
Nguwe nje
Oweza kum wenjenje
Andizenzanga mna
Andizenzanga mna
Nas' isandla, iph' ingalo
Ndifun' okunye, iph' ingalo
Ndicela uphinde ndiph' ingalo
Ndandingazi uba koba nje
Kant' umzimba ukhe wenze nje
Lomizuzu iy'libaleki
Ndandihleli ndingazi koba nje
Wab' umama esithi lento ayipheli
Kanti nangoku intliziyo isagcwele
Ndithand' indlela owenza ngayo
Oyenza ngayo
Owenza ngayo
Ndithanda indlela ondijonga ngayo
Ohamba ngayo
Uncumo lwakho
Ndinemincili, Ndinemincili yoh Ndinemincili
Xandicinga wena sthandwasam
Xandibona wena sthandwasam
Ngob' indlela ondiphethe ngayo, entlizweni yimfudumalo
Nyani indlela owenza ngayo apha kum, ndibona uthando
Ndandingazi uba koba nje
Kant' umzimba ukhe wenze nje
Lomizuzu iy'libaleki
Ndithand' indlela owenza ngayo
Oyenza ngayo
Owenza ngayo
Ndithanda indlela ondijonga ngayo
Ohamba ngayo
Uncumo lwakho