Xa litshona namhlanje
Andizazi ndoba phi
Ndihilizile na
Babelana ngekhaya lam
Xa etshon'amalanga
Ndobe ndingubani na
Ndihilizile na
Babelana ngegama lam
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ndandinesithethe sam
Esasiyihambo yam
Babon'imbola qha
Ababubon'ubuntu bam
(Kulapho ndahlutywa konke)
(Ndasala nekhoba lentw'ebendiyiyw'izolo) Ndisele nekhoba
Ndingakuphendula njani
Ndingenamsindo ngenxa yenkumbulo
Xa ufun'igama lam
Andinanto ndinegama qha
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili
Ulihilihili
Wavula zibhuq'ukhona mnt'ontsund'
Ulihilihili