Injongo endivus'ekuseni
Injongo endivusayo
Injongo endinika ini
Injongo xa ndiy'nyuk'intaba yam
Injongo endifak'emaweni
Injongo endinyulayo
Injongo ndilandel'ihambo
Injongw'eyandibonisa
Eh eh yandibonisa
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Injongo eliqabane lam
Injongo endimelayo
Injongo eqinis'umoya
Injongo xa ndiphelelwe
Injongo ivuthel'umlilo
Injongw'iyawuvuthela
Injongo ithi asiphelel'apha
Injongo ithi phambili
Ithi phambili
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Ndiyakholwa kuy'ihambo yam
Ndizoy'mela nangamax'anzima
Xa ndisiwa ndivuka pha
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile
Undijongile