Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndinaw' amandla
Okundiza ndiph'umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndinaw' amandla
Okundiza ndiph'umoya
Ndiredi ukundiza ndiph'umoya
He he ngaamaxesha ufun'uwu wu wu
Themba limbi andinalo
Nguw'ithemba lam
Nguwe nguwe
Nguw' ithemba lam
Themba limbi andinalo
Nguw'ithemba lam
Nguwe nguwe
Nguw' ithemba lam
Phantse ndayel'emaweni
Phantse ndangen'endongeni
Phantse ndanyathel'umsinya
Phantse ndahlala kwaphela
Phantse ndaval'umnyango
Phantse ndadyobh'amehlo
Phantse ndadudel'uhambo
Phantse ndalahl' umzamo
Nguban'oth'andinawo
Amandla wazi njani
Phantse ndamamela yena
Xa esith' andinawo
Xa esith' andinawo
Themba limbi andinalo
Nguw'ithemba lam
Nguwe nguwe
Nguw' ithemba lam
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya
Phantse ndayel'emaweni
Phantse ndangen'endongeni
Phantse ndanyathel'umsinya
Phantse ndahlala kwaphela
Phantse ndaval'umnyango
Phantse ndadyobh'amehlo
Phantse ndadudel'uhambo
Phantse ndalahl' umzamo
Nguban'oth'andinawo
Amandla wazi njani
Phantse ndamamela yena
Xa esith' andinawo
Xa esithi andinawo
Themba limbi andinalo
Nguw'ithemba lam
Nguwe nguwe
Nguw' ithemba lam
Ndiredi ukundiza ndiph' umoya