Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Uyakwazi kunjani
Ukuthanda ukuthanda wena
Ndivuka ngenyembezi
Ndilala ndilala
Ngenyembezi
Uyakwazi wena?
Uyakwazi wena?
Ndihlala ndiziqhatha
Ndithi uzobona
Ukuba ndim ndedwa
Okuthandayo
Ndiziqhatha (Ndiziqhatha)
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Thetha undifake ntoni na?
Endenza ndiphel'amandla
Ndiy'suse, ndiyisuse ah
Bonke bayandihleka
Bathi ndazenz'unongendi
Bazi ntoni ngothando?
Olumanz'andonga
Olumanz'andonga
Thetha undifake ntoni na?
Endenza ndiphel'amandla
Bathi mna ndizenz'unongedi
Denge Ntliziyo yam
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha